Zola Nombona is expecting a bundle of joy!

2763
Zola Nombona is expecting a bundle of joy

Actress Zola Nombona is expecting a bundle of joy. The star shares the exciting news on her social media with a snap of her baby bump. Zola shared in part; “Nalo uthando luchuma. Mhlaba wam uguquke wadala.”

Image: Zola Nombona IG

Zola Nombona is expecting a bundle of joy! Congratulations!

 

View this post on Instagram

 

Nalo uthando luchuma. Mhlaba wam uguquke wadala. Singqi sakho esivakala unyawo lwakho lungeka chiki phantsi. Suku lwakho lokufika kuyo zisa inyikima neendudumo kuba iNkosi ayifiki kungavakali. Lizwi lakho liyakufana nhe culo ekudala ndilinqwenela, kube kungekho mculi emhlabeni ongaliqamba. Mehlo akho ayokususa iinkungu ekudala zivale awam. Ncumo lwakho luyosula zonke iinyembezi zezihlwele. Isandla sakho siyokund’omeleza unaphakade. Undithwese amandla ebendingazi ukuba ndingakwazi ukuwamela. Mzimba wam uwuguqule kwabetha iintliziyo ezimbini ngaxesha nye. Fika themba lam. Ndiyazi uThixo nhe Zinyanya bakuphathise uThando, Ulonwabo, uLwazi olunzulu, ukukhanya, amathamsanqa kunye namaCebo amahle. Isizwe siyotsho sime kakuhle ♥️ Ayakuthanda uMama #Valentines2020♥️

A post shared by Zola (@znombona) on